Sutherland Ridge SuperSpar
Supermarket
16/01/2026
Qala unyaka ngokuzithemba ngee-SPAR SUPER SAVINGS. Amaxabiso aqala ngomhla we-15 - 26 Jan 2026.
🛒 Thenga izihlangu zesikolo zakwa-Bata ngee-R75 kuphela xa uthenga ngee-R350 okanye ngaphezulu. Ifumaneka evenkileni kuphela, kusekho isitokhwe. Imigaqo nemiqathango iyasebenza.
26/11/2025
selifikile eloxesha lemitshato,imigidi,novulo mizi Sutherland Ridge Spar ikholo wena ngamaXabiso aphantsi xa uthenge ngesixa
21/11/2025
Are you a leader of Stokvel? let your members come to Sutherland Ridge SuperSpar to buy as much as you want with great prices!!
04/11/2025
21/10/2025
INKUTHAZO YOMNGENANDLINI IBUYILE ! Kwakhona🏃♀️
🔥 IIYURE ezimbini KUPHELA | 16:00 - 18:00 |
SUTHERLAND RIDGE SUPER SPAR 🔥
Lungela awona maxabiso angenakoyiswa evenkileni!
Gcwalisa itroli yakho, uqokelele, kwaye winged lukhulu.
kodwa ke khawuleza, ezi zivumelwano ziyanyamalala emva kwentsimbi seithandathu ngorhatya ⏰
💥 Sukuphoswa-Kungoku okanye sokuze! 💥
📍 Sutherland Ridge Super Spar
🕓 Namhlanje Kuphela | 16:00 - 18:00
20/10/2025
Siyaphinda ngomso andithi?
"Ungena ndlini ubuyile"
14/10/2025
come to Sutherland Ridge SuperSpar and buy groceries up to R300 or more and stand a chance to win a Trolley Dash.
Click here to claim your Sponsored Listing.
Category
Contact the business
Telephone
Address
29 SUTHERLAND Street
Umtata
5100
Opening Hours
| Monday | 07:00 - 21:00 |
| Tuesday | 07:00 - 21:00 |
| Wednesday | 07:00 - 21:00 |
| Thursday | 07:00 - 21:00 |
| Friday | 07:00 - 21:00 |
| Saturday | 07:00 - 21:00 |
| Sunday | 07:00 - 09:00 |