Azuke David Prow
❤️❤️
First born yakho wayithola unangaphi?
Sendicinga nongena door to door ndizijongele umntu😭
Umfazi must be a stufuza soze wakhe umzi nephantsula
Inoba kuthwa kwa Capitec ayiko kwale wayeyenzela i card lo😭
Uhappy kwi relationship yakho or ndikunike number yam
Andilwi bantase kodwa ubomi ngk budinga i partner enengqondo❤️
Sibathemba njani abantu abakwazi ugcina uMntu esuswini🤷🏽♂️
1. 𝐁𝘢𝘸𝘰 𝘹𝘢 𝘯𝘥𝘪𝘭𝘢𝘩𝘭𝘦𝘬𝘢𝘺𝘰
𝘬𝘰𝘭𝘶 𝘩𝘢𝘮𝘣𝘰 𝘭𝘸𝘦𝘭𝘪𝘭𝘪𝘻𝘸𝘦
𝘩𝘭𝘢𝘭'𝘶𝘯𝘥𝘪𝘧𝘶𝘯𝘥𝘪𝘴𝘦 𝘶𝘬𝘶𝘵𝘩𝘪
𝘮𝘢𝘺𝘦𝘯𝘻𝘦𝘬'𝘪𝘯𝘵𝘢𝘯𝘥𝘰 𝘺𝘢𝘬𝘩𝘰
2.𝘖𝘭𝘶 𝘩𝘢𝘮𝘣𝘰 𝘭𝘶𝘯𝘦𝘦𝘯𝘨𝘰𝘻𝘪
𝘰𝘭𝘶 𝘩𝘢𝘮𝘣𝘰 𝘭𝘶𝘯𝘦𝘯𝘵𝘴𝘩𝘢𝘣𝘢
𝘻𝘦𝘻𝘪𝘵𝘩𝘶𝘯𝘺𝘸𝘦 𝘯𝘨𝘶𝘸𝘦 𝘻𝘰𝘯𝘬𝘦
𝘮𝘢𝘺𝘦𝘯𝘻𝘦𝘬'𝘪𝘯𝘵𝘢𝘯𝘥𝘰 𝘺𝘢𝘬𝘩𝘰🥺❤️
Omnye sene ex ka 2024, ninamashwa kodwa nina💔
Awuzunga tyelwa xahh ungekho
Click here to claim your Sponsored Listing.