Contact information, map and directions, contact form, opening hours, services, ratings, photos, videos and announcements from Thembalethu Primary School, Elementary School, 197 NELSON MANDELA BLVD, George.
Operating as usual
Bezibuya big up kubazali bakwa GradeR A Miss Phindis class
2021 Graduation
Today's show stopper
Thembalethu Primary presents car wash this weekend Friday and Saturday sicela ukuxhaswa bazali kolluphulo lonyuso ngxowa mali. Masize ngobuninzi ke sixoxhasa isikolo sethu.
Bazali ngenxa yemeko yamanzi angekhoyo isikolo siyaphuma ngo 12. Siyaxolisa nathi kodwa imeko ingapha kwamandla ethu
Teacher assistant is needed urgently. Application due date: 15th Feb Monday.
Bazali sinazisa ngokushiywa kwethu ngomnye wootitshala base Thembalethu Primary u Mr Mbusi ngolwesibini ekhayeni lakhe e Gcuwa. Uyakubekwa ngomgqibelo lo siya kuye kwikhaya lakhe lokugqibela. Ngomso nge 21 January senza inkonzo yakhe yesikhumbuzo esikolweni kodwa ke ngenxa yemithetho nemigomo ye Covid anilindelekanga bazali bam ukusixhasa siingotitshala ngenxa yamanani. Siyazi ukuba nilila nathi nani kuba akumnanga ukushiywa ngomnye wethu. Siyabonga kakhulu kuThixo ngexesha asiboleke lona notitshala sifundile kakhulu kuye. Lala ngoxolo Gcwanini Sbewu ugqatso ulufezile.
Rest in Peace Mr Mbusi. We will miss you ngoloncumo lwakho lunothando
Must watch
Bekukuhle kunje
Grey and black
Thembalethu staff. Grey and black is the colour of the day.
Sizama konke okusemandleni njengoko nani nibona
Enkosi kakhulu bazali sibamba ngazo zozibini ngokuthumela abantwana esikolweni. Beluluhle kakhulu usuki lwabo lokuqala. Uyakuqaphela ke mzali umntwana ngamnye ufumene mask ezimbini wena ke uyakuqiniseka ukuba akaphumi endlini ngaphandle kwemask kwaye senzela bakwazi ukutshintsha x evase enye. Okougqibela mzali nceda ungamthumeli umntwana eskolweni ukuba uyambona akaphilanga uyakhohlela okanye ubonisa impawu ze fever sicela umgcine, de alungele ukuza eskolweni njengoko nisazi abazali abavumelekanga ukungena esikolweni , loo nto ithi xa umthumele engaphilanga usithwalisa ubunzima.
Siyabulela kakhulu ngentsebenziswano umzali onento afuna uyibuza ungafonela esikolweni 044 880 1019
Grade 7 learners izikolo zivuliwe kalok bethuna ngoMvulo nilindeleke ngobuninzi benu ngexesha eliqhelekileyo leskolo ungalibali ufaka mask yakho xa usiza esikolweni.
Celebrating valentines day with our winners. Aba ngabantwana abaphumeleleyo kwi competition ye valentines. U Miss Bongiwe nguye othe wagqwesa kootitshala sisikolo siyavuyisana nabo
When the principal is happy the staff become happy
Lift her up campaign nayo ibikweziveki zidlululeyo apho sakha khona amantombazanana ethu siwafundisa nge substance abuse
Peer pressure
Teenage pregnancy nezinye
Kwiveki ephelileyo uMr Ngwane no Miss Charlie no Mr Jaxa bathe bawongwa ngezimbasa kwi National Teacher's Awards ebezise oudtshoorn ngomsebenzi wabo omhle negalelo abanalo ebantwaneni. Siyavuyisana nabo
Uxolo bazali ngoku nazisa late ngomphanga womntwana esinawo esikolweni uBusisiwe Witbooi ngomso yi memorial service yakhe saturday uyafihlwa. Siyacela abazali abakwaziyo ukuya ngomso kei service baphumrlele
Memorial service : 21 Nov 2018 @Thembalethu primary school hall
Time: 13:00
Funeral: Saturday 24 November at Thembalethu Primary School
Time:10:00
Lala ngoxolo Tununu Mjwarha Mazaleni ugqatso ulufezile
Memorial service tomorrow
Funeral saturday
Rest in peace Mazaleni
Forms zase Thabatha ziyafumaneka ezikolweni nazo
Grade 7 2019
Netball team yase Thembalethu.
I forms zase Jonga high school senizingenisile bazali abanabantwana abafunda grade 7? Nabazali abanabantwana abahlala ezone 9 abafunda grade 1 and 2 iTabata iyavulwa next year pha efrance
Congratulations Thembalethu Primary
Proudly brought to you by Thembalethu Primary
Civvies day. Yesss! The boys are delicious. Abantwana bam
Happy birthday to these beautiful twins Kamva and Likamva they are turning 10 today.
Thembalethu Primary school educators dressed in white with Miss Tambo from Imizamo high
Thembalethu Primary Grade R Pyjama day: 6 Feb 2018
Day 1 : 17 January 2018 Thembalethu Primary
A School with a vision 'n Skool waar ons speel-speel leer van waardes en baie meer.
We strive to develop Outeniqua Primary to the school of excellence in the Southern Cape where every learner will be given maximal opportunities.
Curro George is an independent primary school in George that provides high-quality education to learners from Group 3 (2 years turning 3) to Grade 4 (with higher grades phasing in annually).
'n Doelgerigte laerskool aan die voet van die Outeniquaberge
George Little Farm Special Needs School seeks to create a homely, loving, and nurturing learning environment for kids with barriers to learning.
We are a private Pre-Primary and Day Care Centre based in George since 1996 for age groups from 1 years old up to Grade R (6-years). We also have After Care services with transport options available from all major Primary Schools in George.
PRIVATE SCHOOL Nursery Pre-Primary Primary School Remedial School After School Care Swim School Homework & Study Support Venue Hire
Vine Christian School is a Silver Status School and has enjoyed this status consecutively since the year 2000.