ThembaBiz

ThembaBiz

Share

ThembBiz is an advertising catalog that will be available free of charge in Thembalethu.

the main goal of this is to bring to exposure every business in our community. The booklet will be available free to the public and will be printed every month.

15/09/2020

Ngwayibanjwa Fine Stiches

Sithunga iingubo zenkonzo ezikudidi oluphezulu kunye ne shirt zabefundisi....

Contact Mr P.W. Mkohlo. 081 009 7667 or 072 060 5223

15/09/2020

Company Hive

We do company registrations and more...

05/07/2020

Molweni maThemba ngalentsasa.

Our first issue of the ThembaBiz ads booklet will be available by the end of July. Just send us your business information and pictures of your products or services to these contacts. 0620118430 or 0740468488 via WhatsApp or give us a call.

Remember the boolet will be available for free

03/07/2020

Ungasithumelela ezizinto zilandelayo ukuze siku bhalisele i first issue ye advertising yethu....

1. Igama lebusiness yakho
2. Icontact yakho
3. i Email if (unayo)
namafoto omsebenzi wakho okanye i product yakho.

03/07/2020

Molweni bahlali base Thembalethu ndazisa elikhasi kuni elinjongo ikukwazisa amashishini akhoyo aph elokshin liwasondeze ebantwin. Amanye amashishini ethu ayasebenza kodwa akakwazi ukufikelela kakuhle ebantwini yenze lonto ukuba ishishini linga qhubi ngokufanelekileyo. Singulomzi wa kwa Company Hive sigqibe ekubeni njengokuba sibhalisa amashishini sincedise ekuthengiseni umsebenzi wamashishini akhoyo aph ekuhlaleni ukuze abenakho ukufike lela kubantu abaninzi. Njengokuba sisazi abathengi abakho apha kumakhasi oqhakamshelwano bonke abanye abafikeli kwizinto abazidingayo baphele besiya edolophini ngenxa yokungazi uba lento ayifunayo ikho nalapha elokshini. Ukukhawulelana nale ngxaki sigqibe ukuba senze incwadana encinci ezaku quka uninzi lwamashishini akhoyo apha eThembalethu. Lencwadana izakushicilelwa kanye ngenyanga yaye futhi izakufumaneka ngaphandle kwentlawulo (mahala). Wona amashishini azaku bhalisela ukuboniswa kule ncwadana azakuhlawunje imadlana encinci ukuzama ukuhlangabezana nendleko zoshicilelo . Ngoku siza kucela wonke umntu one shishini esele liqhuba ukuba aze abhalise inkcukacha zeshishini lakhe ezizezi: igama lakho okanye leshishini lakho, inombolo yomxeba ofumaneka kuyo kunye ne email ukuba unayo, namafoto omsebenzi okanye imveliso zakho. Ukuba unomdla ungazisa ezizinto zingentla apha kwi offisi zika Company Hive okanye ushiye inkcukacha zakho zoqhakamshelwano apha kwelikhasi.

Xaufuna ingcombolo epheleleyo tsalela kule nombolo: 074 046 8488 or 062 011 7430
Ungathumela i nkcukacha zeshishini lakho apha kule email [email protected] okanye u watsapele ezo nombolo zingentla.

Masincedisaneni siphakamise ishishini lomntu omnyama. Enkosi it

Want your business to be the top-listed Advertising & Marketing Company in George?
Click here to claim your Sponsored Listing.

Telephone

Website

Address

7227 LUSAKA Street
George
6530

Opening Hours

Monday 09:00 - 17:00
Tuesday 09:00 - 17:00
Wednesday 09:00 - 17:00
Thursday 09:00 - 17:00
Friday 09:00 - 17:00
Saturday 09:00 - 17:00