Pastor Bongiwe Busakwe God is able

Injongo zam kukuba bonke abantu bakaThixo bazane ncakasana noThixo basindiswe,kukutshintsha iimpilo

11/04/2023

Holy Spirit move me now and make my life holy again undihleli lomhlabelelo ngamandla🙌

04/04/2023

Andiyazi into eyenzekayo empilweni yakho ryt now kdw wena ubusowlahlekelwe lithemba ndifunukuthi kuwe UThixo uneengcinga ezintle ngawe akacingi lento wena uyicingayo ngawe ngenxa yesimo isibona ngk elothemba likupheleleyo namhlanje liyabuyiselwa kuwe nguThixo unganikezeli lula sewuzohleka nawe God bks u in Jesus name ❤️❤️

10/08/2022

People of God Musa ukuzijongela phantsi wena wenziwe ngokoyikeka amaZulu ahlala phantsi aplaner ukwenza wanna ngokufana noThixo,ungaxideli ngoba unguthixwana yonke into ilapha kuwe unobukhosi kwiinto zonke wena uyathandwa nguThixo unjengetatoo esandleni sikaThixo Uma uvula isandla sakhe ubona wena awumncinananga nakanye

23/01/2022

Walunga uThixo namhlanje ebethetha ngefaith yhooo uthethile uJehova bazalwana let's have faith akakwazi kwenza nto uBawo ngaphandle kwefaith and akhonto inokwenzeka nasempilweni yakho ngaphandle kwefaith faith pleases God what a powerful word from above I lv my Master

18/08/2021

UnguThixo onenceba engapheli I lv my Father Jesus

17/08/2021

Mthande uThixo isimo singavumi sebemane bebuzana abantu behleba;behlekisa ngawe kdw hlala engintsini ncwine kuye yena yedwa uzobona azakwenza uMdali wakho bonanje uyathandwa nguThixo be blessed ngalemini in Jesus name 🙏❤️❤️

08/08/2021

Waze walunga wena Thixo nasebunzimeni ndisabona ukulunga kwakho Bawo

08/08/2021

God is looking for people who want to serve him in spirit and truth

Want your place of worship to be the top-listed Place Of Worship in George?
Click here to claim your Sponsored Listing.

Category

Telephone

Website

Address

Newvalley Thembalethu
George

Opening Hours

Monday 09:00 - 17:00
Tuesday 09:00 - 17:00
Wednesday 09:00 - 17:00
Thursday 09:00 - 17:00
Friday 09:00 - 17:00
Saturday 09:00 - 17:00
Sunday 09:00 - 17:00
Other Churches of God in George (show all)
CRC George CRC George
1 Glaze Street
George, 6529

CHURCH SERVICE TIMES 09:00AM ( Ps Pierre Spies) 18:00PM (Live Link with Ps At Boshoff)

Fernando Fredericks - Koortjies Fernando Fredericks - Koortjies
George

We bring the church to you. God Bless. We Encourage,Motivate And Celebrate God.