Major Idyan.
available for booking & features letβs work ! πͺπ₯
[email protected]
bayandibuza kuba yinton le i'special kangaka nge'Dikeni grootman ππ₯ incinci kangaka le dolophu kwezinye indawo , ndithe xa ndiphendula umohluko yilento ndim lona o'special kwelam idike bafethu πβ€οΈ. nam ndabuza kwabalandeli bam bomculo into ndiba phekela yona onke amaxesha , ndathunywa ngulo uphezulu. πͺπ½ ndazigqenya ngevelaphi yam endiphuma khona , ngok amagama endinowakhupha ukuthi BA ndaxolisa balandeli bam ndayaz kuba andikaphumi nantsi kulonyaka kodwa incasa yalonyaka EP ezayo kwelocala lenu amaphupha ayavezeka ngamaxesha onke . Ndiyabulela kakhulu balandeli .ππ½β€οΈ
umtyoli is trying by all means to take my mind , i gotta pray.
21/04/2026
UMCULO omutsha usendleleni bafethu ! π₯ππ’. Incasa Walonyaka yi' EP project endisebenza kuyo π nezinye i'artist.
stay tuned for more details about the EP β’οΈ. & Tracklist.
20/04/2026
nantsi Idyanπͺπ½
studio session.π€ππ§
ukucula is my talent .β€π₯Ίπ€π»
Eza bars zfika xa βutye intsibi πͺπ½πππ₯π₯
26/03/2026
Ewe ndsatsho NDINTSWEMPU when it comes to i FLOWS , BARS .π€πΌπ₯
Umsindo By Yours Truly Major Idyan & BAJIKE by Major Idyan on hearthis.at | Hip Hop
itβs nice to notice that abantu bayawuthanda umculo wamππ½β€οΈ
features zam kule project izayoπ₯π₯π₯π₯π₯π₯π
22/03/2026
Umsindo By Yours Truly Major Idyan & BAJIKE
IT'S OUT .
Link :
Umsindo By Yours Truly Major Idyan & BAJIKE by Major Idyan on hearthis.at | Hip Hop
Click here to claim your Sponsored Listing.